IBhayibhile yaBantwana

Amabali owathandayo aseBhayibhileni.

Izifundo zeBhayibhile

Izifundo ZeBhayibheliZili-10 izifundo zeBhayibhile. Funda iSifundo 1 kwaye uchwetheze iimpendulo zakho. Emva koko thumela i-imeyile kwiSifundo soku-1 kule dilesi: . Iya kulungiswa kwaye iSifundo 2 siya kuthunyelwa kuwe nge-imeyile. Oku kuya kuqhubeka de ugqibe iSifundo se-10.

Isifundo 1

Kubalulekile: Ukuba awukwazi ukuchwetheza iimpendulo kwiSifundo 1, kufuneka ube nomfundi wePDF owahlukileyo. Nceda ukhuphele le PDF Reader yasimahla.

Bible Lessons for Children

Instagram
Twitter
Facebook
TikTok
YouTube

Zonke iinkcukacha ezikule webhusayithi zifumaneka ngaphandle kwentlawulo xa zingasetyenziselwa ukwenza urhwebo kwaye zishicilelwe ngokukhuseleko ngokusemthethweni © 2003 - 2024 Bible for Children Inc.